Njengokuba kukho utata, umama, kunye nabantwana babo kusapho
emhlabeni, kukho uBawo waseZulwini, uMama waseZulwini,
nabantwana Babo baseZulwini abafanele ukuba badle ilifa likaThixo
eBukumkanini bamazulu.
Kanye njengokuba abazali abasemhlabeni bazenza idini ngenxa yabantwana babo,
aBazali baseZulwini, nabo, babaxolele abantwana Babo izono zabo ngedini labo kunye nothando lokuphalaza igazi emnqamlezweni,
kwaye Babathembisile usindiso.
Amalungu eBandla likaThixo ahamba endleleni yokholo
ngombulelo wobabalo lwaBazali baseZulwini,
ukulandela ilizwi likaBawo u-Kristu Ahnsahnghong ngovuyo.
Kananjalo sibe sinabo oobawo benyama okunene besiqeqesha,
sabahlonela; asiyi kuthi ngakumbi na sithobele uYise woomoya bonke, sidle ubomi? Kumahebhere 12:9
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala