Xa sithandaza kuThixo, sicela izinto zehlabathi, aze uThixo asiphendule ngendlela eyahlukileyo kuleyo besiyilindele, sisenokuthi, “UThixo akayiphenduli imithandazo yam.”
Kodwa, asiyonyaniso.
Kufuneka sazi ukuba yindlela kaThixo yothando ukusinika intsikelelo yobukumkani bamazulu enceda imiphefumlo yethu.
Uthando lukamama owazincamayo ukuze asindise usana kusuku olubandayo lwasebusika ngoJanuwari 1951 lusenza sicinge ngedini laBazali bethu bokomoya, uKristu u-Ahnsahnghong noThixo uMama.
Bazincama ukuze basuse izono zoluntu baze banike uluntu ubukumkani bamazulu banaphakade.
Zintanda, masithandane; ngokuba uthando lwaphuma kuThixo. Bonke abanothando bazelwe nguThixo, bayamazi uThixo.
Lowo ungenaluthando akazanga amazi uThixo, ngokuba uThixo uluthando.
1 kaYohane 4:7–8
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala