Amacwecwe okuqala Emithetho Elishumi ophulwa anagmaceba njengoko amaSirayeli anqula ithole legolide. Nangona kunjalo, uThixo wanika iamacwecwe esibini Emithetho Elishumi ngomhla weshumi kwinyanga yesixhenxe kubantu abaguqukayo. UThixo waseka lo mhla nje ngoMhla Wokucamagushelaoqulathe isthembiso soxolelo lwezono, waza waseka umhla wokuqala wenyanga yesixhenxe njengo Mthendeleko Wezigodlo.
Umpostile uYohane wathi yonke imithandazo ibangumsi wobulawu onyukela kuThixo. Kufuneka siqonde ukuba uMoya Oyingcwele uAhnsahnghong kunye noThixo uMama luthandazela uluntu olubuthathaka, noluleqa izinto ezingamapunge, ze lohlulakale ukubona iintsikelelo zanaphakade eMazulwini. Kufuneka sigcine Imithendeleko kaThixo ngentliziyo eguqukayo, sinika iibulela ngofefe Lwabo.
Ukuba ke sithembe ukuzuza oko saingakuboniyo, sikulinda kakhulu, sonomonde. Ngkukwanjalo ke noMoya uncedisana nokuswela kwethu amandla; kuna esingakuthandazelanga ngokoko simelwe kukuthandaza ngako, asikwazi; uthi ku uuMoya ngokwakhe asithethelele ngezincwino ezingathethekiyo.
AbaseRoma 8:25-26
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala