Umthendeleko weentsuku ezilishumi oqala kuMthendeleko wamaXilongo
ukuya kuMhla Wokucamagusha lelona xesha libalulekileyo lokuguquka
uThixo alinika uluntu.
IBhayibhile iyasivusa kubomi bethu bangaphambili
ngendaba yokumkani waseBhabheli, nokumkani waseTire.
UKristu Ahnsahnghong kunye noMama waseZulwini beza emhlabeni
noMnqophiso Omtsha, indlela yosindiso,
ukuze lonke uluntu luguquke ngokupheleleyo.
Lizalisekile ixesha, nobukumkani bukaThixo busondele; guqukani, nikholwe kuzo iindaba ezilungileyo ezi. UMarko 1:15
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala