UThixo wavumela amaSirayeli ukuba
avuthele ixilongo lenguquko
kuMthendeleko wamaXilongo, ngomhla
wokuqala wenyanga yesixhenxe
ngokwekhalenda engcwele ukuze
alungiselele uMhla Wocamagushelo,
umhla weshumi wenyanga yesixhenxe
ngokwekhalenda engcwele xa uMoses
wayesamkela. iMithetho Elishumi
okwesibini.
Ngokomoya, sisidlo esibongoza lonke
uluntu, oluthe lwenze izono
ezingaxolelekiyo ezulwini lwaza
lwaqhutyelwa kulo mhlaba, ukuba
luguquke, lusithi, “Guqukani ngawo
umnqophiso omtsha, nibuyele kuThixo.”
Namhlanje, xa ubukumkani bamazulu
bukufuphi, abo bathenjiswa ubukumkani
bezulu ngenguquko epheleleyo kufuneka
bavuthele ixilongo ngedini nothando
lukaThixo owabasindisayo
ngomnqophiso omtsha ukuze ihlabathi
lonke liguquke libuyele kuKristu.
Ahnsahnghong kunye noThixo uMama.
Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi,
Ngenyanga yesixhenxe, ngolokuqala
enyangeni leyo, noba nesabatha,
isikhumbuzo sokumema ngesigodlo
intlanganiso engcwele.
Levitikus 23:24
Lizalisekile ixesha, nobukumkani
bukaThixo busondele; guqukani,
nikholwe kuzo iindaba ezilungileyo ezi.
Marko 1:15
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala