Singaze sifane noKumkani uSawule owátolika ilizwi likaThixo ngendlela yakhe waze wathobela inxenye yalo. Endaweni yoko, masigcine iPasika njengoKumkani uHezekiya, sibuyisele iintliziyo zethu ebezikade zisehlabathini kuThixo ngezishumi nemirhumo, njengoko kubhaliwe kwincwadi kaMalaki. Le yinguquko.
UMhla wokuCamagusha ngumhla apho zonke izono ezénziwa eZulwini kunye nezono ezenziwe eMhlabeni, sisazi okanye singazi zibuyiselwa kuSathana, ongunobangela wazo zonke izono.
UKristu uAhnsahnghong kunye noThixo uMama basifundisile ukuba inguquko egqibeleleyo iyafezekiswa ngeMithendeleko yoMnqophiso oMtsha, oyivangeli yoBukumkani.
“Buyelani kum, ndibuyele kuni; utsho uYehova wemikhosi. Nìthi ke, Síbuye ngokuthini na? Umntu angamqhatha na uThixo? Kwizishumi nemirhumo.”
Malaki 3:7–8
Bamisa indawo yokuba lihanjiswe ilizwi kumaSirayeli onke… ukuba baze kwenza ipasika kuYehova, uThixo wamaSirayeli, eYerusalem. “… buyelani kuYehova, uThixo, ka-Abraham noIsake noSirayeli…”
2 IziKronike 30:5-6
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala