UThixo waseka umnqophiso wothando, uMnqophiso Omtsha,
kwada kwesa kwiqondo lokuphalaza igazi emnqamlezweni
ngenxa yesono soluntu,
enyamezela ukugculelwa nokuba yintlekisa kwindalo Yakhe.
UThixo weza kulo mhlaba njengentlawulelo ukuze asihlangule
ukuze, nathi, njengokuba uThixo wasithandayo,
sibe nokuthandana sifikelele kwinguquko yokwenene.
UThixo, ophinde weza kulo mhlaba
njengentlawulelo ukuze asindise uluntu,
nguKristu Ahnsahnghong noMama waseZulwini
kuMbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo.
“. . . kwanjengokuba uNyana woMntu engezanga kulungiselelwa; weza kulungiselela, nokuncama ubomi bakhe, bube yintlawulelo yokukhulula abaninzi.” Mateyu 20:28
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala