Abangcwele beBandla lokuqala bahamba umendo wokholo wokulandela uThixo ngaphandle kokunikezela kude kube sekupheleni phezu kwazo zonke iintlobo zentshutshiso, ubunzima, nokubandezeleka.
Baye bakwazi ukwenjenjalo ngenxa yokuba beqonda ukuba igazi ledini likaKrestu elaphalala emnqamlezweni lalingenxa yezono zethu, yaye wasisindisa ngenxa yothando Lwakhe olukhulu.
Kanye njengoko irhamncwa elivela ku-The Beauty and the Beast laguqulwa labuyela ekubeni yinkosana emva kokuqonda uthando lokwenene, sinokuziva sinemincili ngokugcina unqulo nokuthandaza kuThixo kwaye sitshintshwe sibe ngabantu basezulwini xa siqonda uthando olukhulu lukaBawo u-Ahnsahnghong noThixo uMama.
Ndiniwisela umthetho omtsha, wokuba nithandane, njengoko ndinithandileyo nina, ukuze nani nithandane. Ngayo le nto baya kwazi bonke, ukuba ningabafundi bam, ukuba nithe nathandana.
Yohane 13:34–35
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala