Ngokutsho kwesiprofeto sikaIsaya 60,
ihlabathi lanamhlanje lisebumnyameni.
Ngoko ke, sidibana nobunzima
kunye nemiqobo emininzi ebomini bethu.
Kwanokuba imeko-bume imnyama yaye
ayithandeki, amalungu eBandla likaThixo
enza imigudu yokuba lukhanyiso
lwehlabathi ngezenzo ezilungileyo aze
ahambise uthando lukaThixo kweli
hlabathi lingenaluthando ethobela amazwi
kaThixo UMama athi, “Yibani
sisibane esikhanyisa ubumnyama.”
“Nina nilukhanyiselo lwehlabathi; . . .
Malukhanye ngokunjalo ukhanyiselo lwenu
phambi kwabantu; ukuze bayibone
imisebenzi yenu emihle,
bamzukise uYihlo osemazulwini.”
[Mateyu 5:14-16]
Ihlabathi lentsomi aphupha ngalo
wonke umntu bubukumkani bamazulu.
Abantwana bokukhanya kufuneka bafeze
indima yabo yokukhanyisa ubumnyama
ngokushumayela iindaba ezilungileyo zobukumkani
bamazulu, ihlabathi lamaphupha, kubo
bonke abantu abavalelwe ebumnyameni.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala