INtshukumo yoMoya oyiNgcwele yaqhutywa ngoMoya oyiNgcwele owehla kwiBandla lamandulo ngoMhla wePentekoste. Ngesi sehlo, abantu aba-3,000 kunye nama-5, 000 baguquka ngamini-nye,
inyaniso yokuba uYesu nguKristu yásasazeka ngokukhawuleza nakumazwe eeNtlanga.
Namhlanje, iBandla likaThixo eligcina uMthendeleko wemiNquba liqhuba intshukumo engummangaliso yoMoya oyiNgcwele ukuze liqononondise kwihlabathi liphela ngoKristu Ahnsahnghong kunye noThixo uMama, abangabaSindisi kwiXesha loMoya oyiNgcwele.
“Niya kwamkela ke amandla, akubon’ ukuba uMoya oyiNgcwele uhlile phezu kwenu; nibe ngamangqina am eYerusalem, kwanakulo lonke elakwaYuda nelaseSamariya, kude kuse nasekupheleni komhlaba.” IZenzo 1:8
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala