Xenikweni uMoses namaSirayeli besakha umnquba njengendawo apho kuya kuhlala khona iMithetho Elishumi, bethobela intando kaThixo, iintliziyo zabantu zachukunyiswa baze bazisa zonke iintlobo zempahla yokugqiba ukwakhiwa kwetempile ngovuyo. Oku kwába yimvelaphi yoMthendeleko wemiNquba.
UYesu wáqokelela impahla yetempile yasezulwini ngokushumayela.
Intsingiselo yokwenyani yoMthendeleko WemiNquba kweli xesha kukufumana onke amalungu osapho lwasezulwini- impahla yetempile yakwamoya, sibakhokelele kuBawo nakuMama, sigqibe itempile yasezulwini.
“Esíthi kuye sonke isakhiwo, síhlangene kakùhle, sikhùle, sibe yitempile engcwele eNkosini; enithi nani nakhèlwe ndawonye kuye, ukuze nibe yindawo yokuhlala kaThixo ngaye uMoya.” Kwabase-Efese 2:21–22
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala