Amatye ayekade enexabiso phambi kwempucuko
awanaxabiso kuluntu lwanamhlanje.
Ngokunjalo, kukho umahluko omkhulu kwixabiso
phakathi kwezinto zasemhlabeni nezinto zasezulwini.
Ixabiso lobukumkani bamazulu alinakulinganiswa
ngokomgangatho nexabiso lezinto zalo mhlaba.
UThixo ufuna abantwana Bakhe bafumane iintsikelelo
zasezulwini ngokuphila ubomi obuxabiseke kakhulu
endaweni yokuphilela izinto ezililize, nezingenamsebenzi emhlabeni.
Ngoko ke uThixo usixelele ukuba sibe ngamangqina
akhe eSamariya kude kuse ekupheleni komhlaba.
Ke ngoko, abantu bakaThixo kufuneka baqononondise
ngeYerusalem, uMama osindisayo, ngokushumayela
iindaba ezilungileyo zobukumkani njengamangqina akhe.
“Abo ke banengqiqo baya kukhazimla njengokukhazimla kwesibhakabhaka; nababajikela abaninzi ebulungiseni bakhazimle njengeenkwenkwezi ngonaphakade kanaphakade.” Daniyeli 12:3
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala