Lowo uphaphileyo, wenza ukuthanda kukaThixo, abulele uThixo. Kumatyala kaKumkani uSawule noSisera abhalwe eBhayibhileni, siyabona ukuba abo baleleyo ngokwakamoya baya kukhokelelwa entshabalalweni ekugqibeleni.
Amalungu eBandla likaThixo angqina ngenyaniso kwihlabathi liphela, kwaye ashumayela ngoKristu Ahnsahnghong kunye noThixo uMama, abaSindisi kwiXesha loMoya oyiNgcwele. Banokubizwa ngokuba ngabo baphaphileyo namhlanje.
Yibani nobungcathu, phaphani; ngokuba ummangaleli wenu, uMtyholi, uhamba njengengonyama egqumayo, efuna ubani angamginyayo; mchaseni lowo, nizimasekile elukholweni. 1 KaPetros 5:8–9
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala