Kanye njengokuba uAbraham, uNowa, noMoses basikelelwa kakhulu, behamba noThixo kumaxesha eTestamente eNdala, nathi sinokufumana iintsikelelo ezininzi kuThixo xa sihamba noThixo kwiXesha loMoya oyiNgcwele.
Singabona bantu basikelelweyo kwiXesha loMoya oyiNgcwele, kuba singamkela intsikelelo yoxolelo lwezono kunye nobomi obungunaphakade eZiyon, apho sinokuthi siweve amazwi kaKristu Ahnsahnghong, oweza okwesibini esenyameni, kunye noMama waseZulwini.
Ke kwanjengokuba ke abantu bemiselwe ukuba bafe kube kanye, ize ke emveni koko ibe ngumgwebo: ngokunjalo uKristu…uya kuthi okwesibini, ngaphandle kwesono, abonakale kwabo bamlindileyo, ezisa usindiso.
KumaHebhere 9:27-28
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala