Ngomhla wekuCamagushela, uMoses wehla namacwecwe amatye eMithetho elishumi kwaye wahambisa intando kaThixo. Ke abantu ngovuyo bazisa iminikelo ukuba isetyenziselwe ukwakha itempile, bebulela uThixo ngokubaxolela izono zabo. Lo mthendeleko nguMthendeleko wemiNquba
Kweli xesha, amalungu eBandla likaThixo enza umsebenzi womvangeli ngokuqokelela abantu basezulwini, izinto zetempile yakwa moya, kwihlabathi liphela kwaye abakhokhelela kusindiso lukaKristu uAhnsahnghong kunye noThixo uMama. Lo ngumsebenzi osikelelekileyo wamalungu eBandla likaThixo, abazalisekisa isiprofetho soMthendeleko weMinquba.
“Lowo weyisayo ndiya kumenza intsika etempileni yoThixo wam. Akayi kuba saphuma phandle.”
IsiTyhilelo 3:12
Ngako oko utsho uYehova, uThixo wemikhosi, ukuthi, Ngenxa enokuba nilithetha elo lizwi, yabona, ndiwenza. . . naba bantu babe ziinkuni. . .”
Yeremiya 514
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala