Isibakala sokuba uThixo engazange athumele isithunywa
endaweni yakhe, kodwa weza kulo mhlaba
ngokwakhe ukuze abe lidini waza wanyamezela
zonke iimbandezelo neentlungu ebesifanele sidlule kuzo,
ibonisa ngokucacileyo indlela uThixo aluxabisa ngayo
naluthanda ngayo uluntu.
IZiyon yindawo apho Umbulelo nethemba
lezulu liphuphuma kumnqophiso omtsha.
Ekubeni uBawo u-Ahnsahnghong noThixo uMama, kunye
nabantakwethu noodade, bekunye eZiyon, amalungu eBandla
likaThixo azoyisa zonke iinkxalabo zehlabathi ngovuyo.
Zintanda, masithandane; ngokuba uthando lwaphuma kuThixo.
Bonke abanothando bazelwe nguThixo, bayamazi uThixo.
Lowo ungenaluthando akazanga amazi uThixo,
ngokuba uThixo uluthando.
(eyoku-1 kaYohane 4:7-8.)
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala