Amalungu eBandla likaThixo azukisa uThixo ngamazwi ombulelo
Ngemfundiso yeBhayibhile, uBawo waseZulwini uAhnsahnghong kunye noMama waseZulwini
basixelele ukuba kufanele sicinge ngentando kaThixo kuqala, singadimazeki, kodwa sibe nombulelo kuyo imeko enzima, njengoYoshuwa noKalebhi.
UMoses ongazange akwazi ukungena eKanan ngenxa yento enye ayithethileyo
Abantwana bakaThixo kufuneka bahlale behlafunisisa ulwimi lwaseZulwini.
Ngokulandela iimfundiso zikaMama, kufanele sihlale sisebenzisa amazwi akhuthazayo,
silumke ukuze singathethi nantoni na engalunganga ngeemvakalelo zomzuzwana njengoMoses.
“. . . onke amazwi angewaní abathe bawathetha abantu, baya kuphendula ngawo ngomhla womgwebo; kuba ngawo amazwi akho ùya kugwetyelwa, nangawo amazwi akho ùya kugwetywa.” Mateyu 12:36–37
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala