UThixo uqononondisé ngobukho bukaThixo uMama ngazo zonke izinto;
abaprofeti baseBhayibhileni basixelela ukuba abantu baya kusindiswa
xa besiza kuYerusalem, uMama waseZulwini.
Ubabalo likaThixo olunqabileyo olunikezelwa ebantwini Bakhe abaya kusindiswa
yintsikelelo yokukhokelela abantu kwihlabathi lokukhanya ngokutyhila
uzuko lukaThixo uMama kweli hlabathi ligubungwelwe bubumnyama, lingenanyaniso.
Wathi uThixo, “Masenze umntu ngokomfanekiselo wethu ngokufana nathi.” Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wamdala ngokomfanekiselo kaThixo; wadala indoda nenkazana. Genesis 1:26–27
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala