Ngebali likakumkani owayefuna ukufumana isicaka esilumkileyo, nangobulumko bukaZûz Liyang, sinokubona ukuba ubulumko yinto eluncedo esenza ukuba soyise ubunzima ebomini.
IBhayibhile inabo bonke ubulumko kunye nendlela yosindiso ngoKristu Ahnsahnghong -UThixo uYise-noThixo uMama, abaze enyameni.
apho kubhiyozelwa khona imithendeleko kaThixo Ukuba ufuna ukudibana noThixo èsenyameni, umamele ubulumko bukaThixo, kufuneka uze eZiyon -Indawo yokuhlala okhethiweyo nguThixo, apho imithendeleko yomnqophiso omtsha, kubandakanya nePasika zigcinwa khona.
Ngokuba uYehova uyinyule iZiyon, uyinqwenele ukuba ibe likhaya lakhe; Esithi, “Nantsi indawo yam yokuphumla kwam nanini; Ndiya kuhlala apha, ngokuba oko ndikunqwenele…” Iindumiso 132:13-14
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala