Unqulo nokudumisa okunikelwa kuThixo ngokuqonda
okuchanekileyo kukhokelela uluntu elusindisweni.
Amalungu eBandla likaThixo akholelwa ngokuqinileyo ngobungqina
obuseBhayibhileni bokuba “uThina” owadala indoda nomfazi
ekuqaleni ubhekisela kuThixo uYise nakuThixo uMama,
yaye anqula, athandaza, aze adumise uThixo
uElohim., aBadali bokwenyaniso.
Iziprofeto zokuba uThixo uya kwenza umnqophiso
omtsha eZiyon, anike uxolelo lwezono apho,
aze amise iYerusalem ukuba yamkele indumiso
ehlabathini zonke zizalisekiswa nguKristu Ahnsahnghong
noThixo uMama abeze kweli lixa.
Phezu kweendonga zakho, Yerusalem, ndimisé
abagcini; imini yonke nobusuku bonke abayi
kuze bathi quthu;
nina bakhumbuzi bakaYehova, musani ukuthi cwaka.
Musani ukuvuma ukuba athi cwaka, ade
ayizinzise, ade ayenze iYerusalem ibe yindumiso
ehlabathini.
Isaya 62:6–7
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala