UMoses noAron basilela ukungena kwilizwe laseKanan ekupheleni kohambo lweminyaka engama-40 entlango, kwaye uNebhukadenetsare waphila njengesilwanyana sasendle iminyaka esixhenxe, noHerode wafa kabuhlungu. Konke kungenxa yokuba babengabutyhilanga ubungcwele bukaThixo, kodwa batyhila ubuqaqawuli babo.
NjengoDaniyeli noPetros ababehlala betyhila ubungcwele bukaThixo baze basikelelwa, kufuneka sibonise ubungcwele bukaKristu Ahnsahnghong kunye noThixo uMama njengabaprofeti bevangeli abanobulumko kwiXesha loMoya oyiNgcwele.
“. . . kwawa izwi emazulwini, lisithi, Kuthiwe kuwe, Nebhukadenetsare kumkani, ubukumkani bumkile kuwe. . . . ude wazi ukuba Osenyangweni unegunya ebukumkanini babantu, ebunika lowo athanda ukumnika.” Daniyeli 4:31-32
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala