Abazali baseZulwini, uBawo u-Ahnsahnghong kunye noThixo
uMama, banqwenela ukuba abantwana Babo babe
neziqinisekiso zokuba bububingeleli basebukhosini basezulwini.
Yiyo loo nto Bafuna ukuba abantwana
Babo baliqonde ixabiso lobukumkani bamazulu nangona
benokufumana usizi, intlungu, kunye nokubandezeleka kulo
mhlaba.
Wonke umntu unobuthathaka bakhe nangona esenokuba
akabuqondi ngokupheleleyo.
UThixo usulungekisa ubuthathaka bethu kwiindawo ezahlukeneyo
ukuze asinike iintsikelelo ekugqibeleni.
Ngoko ke, kubalulekile ukuthobela ilizwi likaThixo
osikhokelela kubukumkani bamazulu obungunaphakade.
Masikhuthalele ngoko ukungena koko kuphumla,
ukuze kungabikho namnye ubuya eyele kwakuloo
mzekelo wokungeva.
Kuba ilizwi likaThixo liphilile, lisebenza, libukhali
ngaphezu kwamakrele onke antlangothi mbini; lihlaba
liphumele, lide lahlule umphefumlo kwanomoya, amalungu
kwanomongo; linokugweba iingcingane nezicamango zentliziyo.
KumaHebhere 4:11–12
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala