Phakathi kwabantu abaninzi abádibana noYesu kwiminyaka enga-2,000 eyadlulayo,
umthetheli-khulu kunye nentombi eyayinethombo legazi
bákwazi ukwamkela iintsikelelo, ngenxa yokuba bamqonda uYesu
njengomsindisi baze abaphoswa lithuba lokusikelelwa.
Ukuze bonke abantu abaphila kwiXesha likaMoya oyiNgcwele
bangaphoswa lithuba lokusikelelwa, kufuneka baphumeze
umsebenzi abawunikwe nguThixo kwiBandla likaThixo, oko kukuthi, eZiyoni
apho kuhlala khona uMama waseZulwini,
benokholo olungagungqiyo njengoPetros noYohane.
Athi ke kubo, Yizani apha nindilandele; ndonenza nibe ngababambisi babantu. Bayishiya kwaoko iminatha, bamlandela ke. Mateyu 4:19–20
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala