UThixo uSomandla, owadala izulu kunye nomhlaba ngelizwi
ekuqalekeni, elawula zonke izinto eziphilayo ngokwentando Yabo,
nguBawo wethu uAhnsahnghong kunye noThixo uMama.
Abantu bombatha inyama ngenxa yesono sabo.
Nangona kunjalo, uThixo, ongenasono, wazinciphisa kancinane kunezithunywa
zezulu, ngokuza emhlabeni okwesibini ukuze asindise uluntu kuphela.
Wasazisa indlela yosindiso
ngoMnqophiso Omtsha kwiBandla likaThixo.
Ekubeni ngoko abantwana abo bengamadlelane naye ngenyama negazi, wathi naye ngokwakhe ngokukwanjalo wabelana nabo ngezo zinto, ukuze ngako ukufa . . . abakhulule ebukhobokeni bonke abo babethe ngalo lonke ixesha lokudla kwabo ubomi bazizisulu zokoyika ukufa. [KumaHebhere 2:14–15]
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala