AmaSirayeli awayehamba entlango iminyaka engama-40
awulibala ummangaliso woLwandle oluBomvu kunye namandla ePasika
awathi uThixo wababonisa wona, baze batshatyalaliswa ekugqibeleni
ngenxa yokuba babeqwalasele iimeko zabo kuphela.
UThixo wathi, “Yonke into engaveli elukholweni sisono.”
Ithi loo nto, ukuba sithobela iimfundiso kunye nemiyalelo kaThixo
singenalo ukholo, asinokuze silwamkele usindiso ekugqibeleni.
Amalungu eBandla likaThixo akagungqi nakweyiphi na imeko
kuba bona balandela uThixo uBawo uAhnsahnghong noThixo uMama,
abéza kwixesha loMoya Oyingcwele ngokholo olupheleleyo.
Zilingeni, ukuba niselukholweni olu na;
zicikideni ngokwenu. 2 KwabaseKorinte 13:5
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala