AmaSirayeli akhululwa ebukhobokeni baseYiputa aze alawula iKanan, ilizwe lenkululeko. Kwakhona, ilanga nenyanga zema ngxi ngenxa yomthandazo kaYoshuwa woloyiso lwamaSirayeli. UMpostile uPawulos wambulela uThixo ngokumxolela nokumkhokelela eZulwini. Yonke le mizekelo isibonisa ukuba izinto esimele sibe nombulelo ngazo zehlela abo bakholelwa ukuba uThixo usoloko ebanceda.
Nakweli hlabathi kungokwemvelo ukubuyisela umntu esimbulelayo. Ke ngoko, kufuneka siluqonde uthando nobabalo lukaKristu uAhnsahnghong noThixo uMama abasikhulisayo, ngamanye amaxesha ngamandla kwaye ngamanye amaxesha ngobunono, ukuze basikhokelele kuBukumkani bamaZulu.
Ke thina simelwe kukuhlala sibulela kuye uThixo ngenxa yenu, . . . ukuba uThixo kwasekuqalekeni waninyulela ukusindiswa, ngokungcwalisa koMoya nokukholwa yinyaniso;
2 kwabaseTesalonika 2:13
Ngenxa yoko, nathi siyabulela kuye uThixo singayeki, okokuba nathi, ukulamkela ilizwi likaThixo lodaba kuthi, analamkela lililizwi labantu; nalamkela, njengokuba kunjalo okwenyaniso, lililizwi likaThixo . . .
1 Tesalonika 2:13
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala