Abantwana bakaThixo báhendwa likhwezi lokusa eZulwini baza baphoswa phantsi emhlabeni. Ukukhokhelela umoni omnye enguqukweni ngokushumayela, sisenzo esihle sokuguquka ezonweni zethu, sibuyele kwikhaya lethu lasezulwini. Le yeyona nto ikholisa uThixo.
NguMbutho Womsebenzi Wehlabathi iBandla likaThixo lilo lodwa ibandla elisasaza uthando lukaKristu uAhnsahnghong noThixo uMama abeze kulo mhlaba ukuza kusindisa aboni. Kunjalo nje, kuphela kwebandla eligcina uMhla weSabatha kunye nePasika athe uThixo wayalela abantu bakhe ukuba bayigcine, kwaye lifundisa yonke le miyalelo eluntwini.
Ndiya kumkhawulela uYehova ndinantoni na? Ndiye kuzigoba na kuThixo ophezulu?. . . Wókholiswa na uYehova ngamawaka eenkunzi zezimvu, ngamawaka alishumi emilambo yeoli?... Ùxelelwe, mntundini, okulungileyo: akubizayo uYehova kuwe, kukuthi wenze okusesikweni, uthande inceba, uhambe noThixo wakho ngokuthozamileyo.
Mika 6:6-8
Ndithi kuni, ngokukwanjalo kuya kubakho uvuyo emazulwini ngomoni eba mnye oguqukayo, kunamashumi asithoba anesithoba amalungisa, angaswele nguquko.
Luka 15:7
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala