Kumaxesha eTestamente eNdala, zonke izono ezenziwa ngabantu
kunyaka ophelileyo zagqithiselwa kwingcwele
yaye ngoMhla Wokucamagusha, uAzazele
wathabatha izono waya kwindawo eyedwa entlango waza wafa,
ephelisa isono.
UMhla Wokucamagush ngumthendeleko osazisa ngedini
likaBawo noMama waseZulwini, ababa ngamadini esono.
Ngokwenza uSathana, obangele isono sethu, ahlawule sonke isono,
Bayasicamagushela.
UYehova ke wathanda ukumtyumza nokumvisa isifo. Xa ùthe umphefumlo wakhe wàwenza idini letyala, wóyibona imbewu yakhe . . . UIsaya 53:10
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala