UThixo akazange ayizisele iintlekele awayegqibe ngokuyithwaxa
ebantwini baseNineve ngenxa yokuba baguquka ngokunyanisekileyo
nangona babelandela abanye oothixo baza bathuthumbisa
amaSirayeli.
Xa umphangi owayekwicala lasekunene nonyana wolahleko
owashiya uyise baguqukayo, bafumana iintsikelelo.
Kuko konke oku, uThixo wabonisa uluntu
ukuba lunokuziphepha iintlekele luze lusindiswe xa
luguquka kwizono zalo.
Ubuntamo-lukhuni nentliziyo engaguqukiyo iqweba
ingqumbo kaThixo ngeMini yoMgwebo.
Amalungu eBandla likaThixo aye ayazi indlela
yenguquko epheleleyo ngamazwi kaKristu Ahnsahnghong
noThixo uMama, yaye ngoku ashumayela ivangeli
yomnqophiso omtsha, enethemba lokuba nabanye baya
kusindiswa ngenguquko.
Ngako oko ndiya kunigweba elowo ngokwendlela
yakhe, ndlu kaSirayeli; itsho iNkosi uYehova.
Buyani, nizibuyise ezikreqweni zenu zonke,
bungabi sisikhubekiso ubugwenxa kuni.
Hezekile 18:30
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala