Ukususela ekuqalekeni, uThixo wenza icebo losindiso lwethu ngokwahlula amaxa, wenza iXesha likaYise, eloNyana, neloMoya oyiNgcwele, waze wavumela abo badumisa baze bathandaze kwigama elichanekileyo loMsindisi kwixesha ngalinye ukuba bamkele usindiso lukaThixo.
Kuphela ngabo bamkela uKristu Ahnsahnghong, igama elitsha likaYesu, neYerusalem eNtsha uThixo uMama njengoMsindisi kwiXesha likaMoya oyiNgcwele abaya kwamkela usindiso, kanye njengoko uMoses wamamkelayo uYehova njengoMsindisi laza neBandla lamandulo lamamkela uYesu njengoMsindisi.
“ ‘Lowo weyisayo ndiya kumenza intsika etempileni yoThixo wam. Akayi kuba saphuma phandle; ndaye ndiya kulibhalela phezu kwakhe igama loThixo wam, negama lomzi woThixo wam, iYerusalem entsha, ehla emazulwini ivela kuThixo wam, negama lam elitsha.’ “
ISityhilelo 3:12
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala