Ukuze uluntu lwamkele ubabalo losindiso, kufuneka sikholelwe
iziprofeto zeBhayibhile sisondele kuThixo ngonqulo.
KwiLixa likaMoya oyiNgcwele, uThixo uBawo noThixo uMama
baya kunikeza usindiso eZiyon. Esi sisiprofetho seBhayibhile esibalulekileyo.
UYesu Owéza Okokuqala noYesu Oze Okwesibini, bobabini
bábhaptizwa emhlabeni beminyaka ema-30 ubudala
baze baqhuba ubulungiseleli iminyaka emi-3 kunye neminyaka enga-37.
Owamilisela uMnqophiso Omtsha-umqondiso kaKumkani uDavide
onokuziswa nguThixo kuphela- nguKristu Oze Okwesibini uAhnsahnghong.
Ke kaloku kwathi, ekubeni bebhaptiziwe abantu bonke, ebhaptiziwe naye uYesu….Waye uYesu eminyaka ngathi imashumi mathathu ezelwe, ukuqala kwakhe ukufundisa, Luka 3:21–23
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala