Ngomcimbi wembali awanyukela kuyo uYesu kwiminyaka engama-2000 eyadlulayo, uThixo usinike ithemba lokunyuka-ithemba eliphilayo lokuba siya kutshintshwa ngamandla kaThixo sidibane neNkosi emoyeni.
UEnoki wayehlala ehamba noThixo, kwaye wenyuka ephila ezulwini, evunywa njengomntu owakholisa uThixo. UNowa naye wayehamba noThixo ngalo lonke ixesha, kwaye wasindiswa kumgwebo ngamanzi. UElisha walandela uEliya kwada kwaba sekupheleni—kwada kwangumhla wokunyuka kukaEliya ezulwini, wangena esikhundleni sakhe njengomprofeti.
Namhlanje, amalungu eBandla likaThixo aphila ubomi obuguqukayo obumkholisayo uThixo, ngokuhamba noBawo u-Ahnsahnghong kunye noThixo uMama endleleni yeVangeli ngethemba lokunyuka.
Ngokholo uEnoki wafuduselwa emazulwini ukuba angaboni kufa; akaba nakufunyanwa ke, ngenxa enokuba uThixo wamfudusayo; kuba ngaphambi kokufuduswa kwakhe, wangqinelwa ukuba umkholise kakuhle uThixo. KumaHebhere 11:5
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala