Singasindiswa kuphela ngokwamkela uKristu oza emafini phambi komgwebo womlilo. Ngesiprofeto nenzaliseko kaYesu, kuyacaca ukuba amafu akabhekiseli kumafu okoqobo asesibhakabhakeni kodwa angumzekeliso weBhayibhile ofuzisela inyama.
Isizathu sokuza okwesibini esenyameni Kwakhe, saprofetwa njengokuza kwamafu, kungokuba kanye njengokuba amafu egubungele ukukhanya kwelanga, nenyama igquma ukukhanya kobuqaqawuli bukaThixo, kwaye kanye njengokuba zonke izinto ziphila ngemvula ephuma emafini, uThixo uza esenyameni aze asindise uluntu ngamazwi obomi bamanzi obomi.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala