Njengendoda eyenza iinzame zokufumana ubutyebi obufihlwe ebaleni, Ngabo baliqondayo ixabiso loBukumkani baseZulwini kwaye bagcine imiyalelo kaThixo kuphela abanokusikelelwa ngozuko lweZulu oluthenjiswe nguThixo.
Icawa kaThixo iyaliqonda ixabiso lamazwi kaKristu Ahnsahnghong kunye noThixo uMama abo beze njengaBahlanguli, kunye nexabiso leentsikelelo ngokugcina imiyalelo kaThixo efana nomhla
weSabatha kunye nePasika.
nisamkela isiphelo sokholo lwenu, usindiso ke lwemiphefumlo yenu. . . bazilungiselela thina ke, izinto enizityelweyo ngoku ngabo banishumayezáyo iindaba ezilungileyo ngoMoya oyiNgcwele, owathunywa evela emazulwini; izinto ke ezo ezizinqwenelayo izithunywa zezulu ukuqondela kuzo.
1 KaPetros 1:9-12
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala