Njengokuba uThixo wabasikelela ooyihlo bokholo abanjengoAbraham, uNowa, noPetros xa babethembela kwilizwi likaThixo nangakumbi kwiimeko ezinzima, Uvavanya ukholo lwethu kwiimeko ezinzima nathi namhlanje.
UThixo uSomandla wadala umhlaba kwaye wavusa abafileyo ngelizwi lakhe. Xa sithembela kwaye silithobela ilizwi likaThixo Ahnsahnghong kunye noThixo uMama, sinokuqonda ulwalathiso olumangalisayo lukaThixo osikhokelela ekusindisweni kwiXesha loMoya oyiNgcwele.
“Kuba iingcinga zam asizizo iingcinga zenu, neendlela zenu asizizo iindlela zam,” utsho uYehova. “Inene, njengokuba izulu liwuphakamele umhlaba, ngokunjalo iindlela zam ziziphakamele iindlela zenu, neengcinga zam ziziphakamele iingcinga zenu. . . liya kuba njalo ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam; aliyi kubuyela kum lilambatha, lingàkwenzanga endikuthandayo, lingakuphumelelisanga oko ndilithumela kuko.”
Isaya 55:8-11
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala