Ukuba asiliqondi ngokupheleleyo icebo
likaThixo losindiso kwaye sizame ukulenza
ngokuthanda kwethu, asinako ukungena
eKanan yasezulwini njengamaSirayeli
awatshatyalaliswa entlango.
Isizathu sokuba iBhayibhile ibize uNowa,
uAbraham, uMoses, noYoshuwa
njengookhokho bokholo kukuba
babekholelwa kwicebo likaThixo losindiso
kwaye benza ngokwelo cebo kuphela.
Ivangeli yomnqophiso omtsha weBandla
likaThixo yaqala njengebandla elincinane
elifana negumbi eliphezulu likaMarko.
Kodwa ngokwecebo losindiso loluntu
uThixo awalisekayo kwasekuqalekeni,
ishunyayelwa kulo lonke ihlabathi, kuquka
iAlaska neSertung kwiiHimalaya.
ukuxelayo kwasekuqaleni okungasemva,
nakwabamandulo okungekenzeki, ndisithi,
Icebo lam liya kuma, ndikwènze konke
ukuthanda kwam; . . . ndítshilo, ewe, ndiya
kukufeza; ndíyilile, ewe, ndiya kukwenza.
Isaya 46:10–11
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala