Kanye njengokuba bonke abantu kulo mhlaba
benemisebenzi yabo, abantwana bakaThixo abazelwe kwilixa
likaMoya oyiNgcwele banikwa uthumo lwabalungiseleli bomnqophiso
omtsha, abalobi babantu, abalindi, namangqina kaThixo.
UThixo uphathisa uthumo olukhethekileyo kubantu abathembileyo
nabathatha njengamalungisa.
Kukungqina ngoThixo oweza ehlabathini esenyameni njengoko
wenzayo umpostile uPawulos.
Njengamangqina kaThixo, amalungu eBandla likaThixo angqina
ngeentliziyo zawo zonke ngoKristu Ahnsahnghong noThixo
uMama Abeza njengabaSindisi Kwilixa likaMoya oyiNgcwele
ukuze bakwazi ukuhamba umendo wokholo ngaphandle
kokuzisola.
Niya kwamkela ke amandla, akubon' ukuba
uMoya oyiNgcwele uhlile phezu kwenu; nibe
ngamangqina am eYerusalem, kwanakulo lonke elakwaYuda
nelaseSamariya, kude kuse nasekupheleni komhlaba.
IZenzo 1:8
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala