Ngokwenkqubo yesixeko sokusabela kwiTestamente Endala, uThixo wakhusela abo babulala abantu ngempazamo, waza wabavumela ukuba babuyele kwilizwe labo ngokufa kombingeleli omkhulu. Oku kuveza okwenzeka kwihlabathi lakwamoya, nohlobo esinokuthi silwamkele ngalo usindiso lukaThixo.
Bonke abantu baze kulo mhlaba, isixeko sokusabela sakwamoya, emva kokona eZulwini, kwaye bangabuyela kwiLizwe laseZulwini ngokwamkela uxolelo lwezono ngePasika yoMnqophiso Omtsha kuphela, equlathe igazi elinqabileyo lombingeleli omkhulu othanjiswe nge-oli engcwele.
Aba bonke bafa ngokokholo,… bathakazela, bavuma ukuba bangabasemzini, balundwendwe emhlabeni. Kuba abo bàthetha izinto ezinjalo, babonakalalisa ukuba bangxamele ikowabo. Ke, ukuba okunene babekhumbula elo babephuma kulo, ngebaba nethuba lokubuyela kulo. Kodwa ngoku bazolulela kwelona lilungileyo, oko kukuthi, kwelasemazulwini.
KumaHebhere 11:13-16
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala