Ngexa amaSirayeli ememeza kuYesu ukuba ababonise ubungqina bokuba unguye uThixo, uYesu waphendula wathi, “’Ndim isonka esiphilileyo, esi sehlayo emazulwini,” waza wafundisa ukuba indlela yokutya imana esuka eZulwini kukufumana isonke newayini yePasika.
UKrist wathembisa ukuba uya kuvela okwesibini ngenxa yosindiso lwabantu. Xa esiza, Uya kubuyisa iPasika yoMnqophiso Omtsha, imana efihlakeleyo, ebingagcinwa iminyaka eli-1,600 ukususela ekutshitshisweni kwayo ngo-A.D 325.
Bathi ngoko kuye, Wènza mqondiso mni na wena, ukuze sibone, sikholwe nguwe? Usebenza ntoni na?. . . ’Ndim isonka esiphilileyo, esi sehlayo emazulwini. Ukuba ubani uthe wasidla esi sonka, wodla ubomi ngonaphakade; ke isonka endiya kumnika sona mna, siyinyama yam, endiya kuyinikela ubomi behlabathi.
UYohane 6:30-51
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala