Njengokuba uYesu wazivumela ukuba abanjwe ukuze azalisekise isiprofeto seBhayibhile, onke amagama aseBhayibhileni ayazalisekiswa kungekho siprofeto siphosakeleyo.
IVangeli yoMnqophiso Omtsha uKristu Ahnsahnghong kunye noThixo uMama abasiyalele yona isasazeka kwihlabathi lonke ngeBandla likaThixo njengoko kwakuprofetwe ngayo eBhayibhileni. Oko nje sinokholo oluqinisekileyo kunye nenjongo yokuzalisekisa isiprofeto,
siya kuba nakho ukufeza umsebenzi omangalisayo woMoya oyiNgcwele kuyo nayiphi na imeko.
“Kanjalo sinalo nelona lizwi liqinisekileyo elilelobuprofeti, enityaphayo ukulinyamekela, linjengesibane esikhanyisa endaweni emnyama, kude kuse, liphume ikhwezi ezintliziyweni zenu.” 2 KaPetros 1:19
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala