Njengokuba amagorha enkululeko amaninzi áphela eyizalisekisa inkululeko yaseKhoriya, sibulela kuThixo ngenxa yothando olukhulu asinika lona njengedini lesono, lonke uluntu lungakhululwa ekufeni, lwamkele intsikelelo yoxolelo lwezono.
Namhlanje, uThixo uAhnsahnghong kunye noThixo uMama beze emhlabeni kwabo balindele usindiso,
nePasika yoMnqophiso Omtsha ekhulula lonke uluntu kumthetho wesono nokufa.
Ngoko ke, ngoku akukho kugwetywa kwabakuKristu Yesu; abangahambiyo ngokwenyama, abahamba ngokoMoya. Kuba umthetho woMoya wobomi, ndakuba kuKristu Yesu, wandikhulula emthethweni wesono nokufa. KwabaseRoma 8:1–2
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala