Xa siqonda umba wompehefumlo,
sinakho ukwazi ukuba amazulu nomhlaba
nayo yonke into ephila kuwo, yadalwa njani,
ukuze sibe nethemba lovuko.
Ixesha elininzi, abantu abafuni ukukholelwa kwilizwe
abangazange balibona. Ngenxa yoko,
uThixo uBawo kunye noMama beza kulo mhlaba
ukuze basichazele ngomphefumlo nangeZulu.
Kuba kukho umgwebo kaThixo emva kokufa,
ixesha apho umzimba nomphefumlo wahlukana khona,
amalungu eBandla likaThixo alandela amazwi kaThixo,
ekwanethemba laseZulwini.
. . . lungekabuyeli emhlabeni uthuli, njengoko belunjalo,
umoya ubuyele kuThixo owawunikayo. INtshumayelo 12:7
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala