NgeBhayibhile, uThixo wasifundisa indlela esinokubuphila ngayo ubomi obuxabiseke ngokwenene obusivumela ukuba sifumane uzuko lweZulu.
Njengokuba amanzi exabiseke ngaphezu kwegolide esulungekileyo entlango nomalusi enexabiso elingaphezu kwekumkani kwimvu elahlekileyo, amalungu eBandla likaThixo ayazixabisa iimfundiso zoMnqophiso Omtsha ezifana neSabatha nePasika, ezinokusikhokelela siye eBukumkanini bamaZulu.
Ke kwanjengokuba ke abantu bemiselwe ukuba bafe kube kanye, ize ke emveni koko ibe ngumgwebo: ngokunjalo uKristu . . . uya kuthi okwesibini, ngaphandle kwesono, abonakale kwabo bamlindileyo, ezisa usindiso. [KumaHebhere 9:27–28]
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala