Ukuba ungumKristu, kufuneka usebenze nzima ukuze uphile kulo mhlaba, kodwa ngaphezu kwayo yonke enye into, kufuneka uphilele uzuko olungunaphakade kunovuyo lomzuzwana ngoxa ufunda yonke imihla ngobomi obungunaphakade eZulwini ngelizwi likaThixo.
UKrestu Ahnsahnghong noThixo uMama banike uluntu intsikelelo yoMnqophiso oMtsha, oko kukuthi, iZulu apho siyakonwabela ubomi obungunaphakade nozuko, hayi uzuko lokwexeshana nolunyamalalayo. Ngoko ke, njengoMpostile uPawulos, amalungu eBandla likaThixo aphila ubomi bobuKristu bokwenyani, abukholisayo uThixo.
Who knows the power of your anger?
. . . Sázise kanye ukuyibala imihla yethu, Ukuze sizuze intliziyo elumkileyo.
INdumiso 90:11–12
osenze nokusenza sakulingana ukuba ngabalungiseleli bomnqophiso omtsha;
singabi ngabobhalo nje kodwa, sibe singabomoya; kuba ubhalo luyabulala, umoya ke udlisa ubomi.
2 Korinte 3:6
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala