Ibhayibhile isifundisa ukuba abo bagcina imimiselo kaThixo ngabo banako ukumkholisa uThixo ngokuhamba naye, ngabo abaya kuthi ekugqibeleni banyukele eZulwini.
noPetros, abakholisa uThixo, amalungu eBandla likaThixo bayamkholisa uThixo ngokugcina imiyalelo kaThixo. Ngabo bahamba noMoya oyiNgcwele-UThixo Ahnsahnghong, kunye noThixo uMama oyinyaniso yoMnqophiso oMtsha.
“Emva kokubandezelwa nokufa kwakhe wazibonakalisa kuloo madoda ngeziganeko ezininzi ukuba uvukile. Kwithuba leentsuku ezingamashumi amane abathunywa babemana bembona. . . . Akuba etshilo uYesu, wanyuselwa ezulwini, bejongile abafundi bakhe. Lamsitha ilifu, ababa sambona.” Umsebenzi Wabathunywa 1:3-9
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala