USathana waqala watshabalalisa umhla weSabatha, umthetho kaThixo, oyindlela yosindiso.
Emveni koko, yakunyamalala yonke imithetho kaThixo, ihlabathi lazaliswa kukuchasana nomthetho;
yaze indlela yosindiso yavaleka kanye njengethiyori yefestile eyaphukileyo.
Wonke umntu uya kujongana nomgwebo kaThixo oya kuthatha isigqibo sokuba uya eZulwini okanye esihogweni. Ngexesha likaMoya oyiNgcwele, ubabalo lokuya eZulwini lunikwa abo bagcina imiyalelo kaThixo, uMnqophiso Omtsha, owabuyiselwa nguKristu Ahnsahnghong kunye noThixo onguMama.
“Ndathi, Liphulaphuleni ilizwi lam, nenze ngako konke endiniwisela umthetho ngako: nòba ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu.” [Yeremiya 11:4]
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala