Unqulo lweCawa kunye neKrisimesi yeyokunqula uthixo welanga, kwaye yimithetho yabantu. UYesu kwiXesha loNyana, noKristu uAhnsahnghong noThixo uMama kwiXesha loMoya oyiNgcwele basifundisa ukuba abo bagcina imiyalelo yabantu ngabaprofeti Ababuxoki nokuba bajongeka njani na ngaphandle.
Abaprofeti Ababuxoki bazenza abalusi abalungileyo njengeengcuka ezambethe ufele lwegusha.
Noko ke, bakhohlisa abantu ukuze abantu basilele ukuyigcina imiyalelo uThixo asiyalele ukuba siyigcine.
LiBandla likaThixo kuphela indawo apho inzala yomfazi igcina imiyalelo kaThixo njengoMhla weSabatha kunye nePasika kwaye yahlula inyaniso kubuxoki.
Celani, nophiwa; funani, nofumana; nkqonkqozani, novulelwa; kuba wonke umntu ocelayo uyazuza, nalowo ufunayo uyafumana, nalowo unkqonkqozayo uya kuvulelwa. 9Nguwuphi na umntu kuni ongáthi, ukuba unyana wakhe uthe wacela isonka, amnike ilitye?
Mateyu 15:7-9
Ke kaloku balumkeleni abaprofeti ababuxoki, abeza kuni ngezambatho zeegusha, ngaphakathi ke beziingcuka eziqwengayo.
Mateyu 7:15
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala