UMhla weSabatha ngumhla wokukhumbula Abadali, osivumela ukuba soyike uThixo Abadali,
siqonde amandla Abo, novumela uluntu lubeyele kuThixo. Ikwangumqophiso wabantwana bakaThixo. Yiyo loo nto uSathana watshintsha uMhla weSabatha yabalunqulo lwangeCawe ukuze uluntu lungakwazi ukuza kuThixo.
Kubhaliwe eBhayibhileni ukuba uSolomon waye ekwicala likaThixo, weva ilizwi likaThixo uYise noThixo uMama ngexa uThixo wayesithi ekuqalekeni, “Masenze umntu ngokomfanekiselo wethu.”
Ngendlela efanayo, amalungu eBandla likaThixo aqonde uThixo uElohim ngeemfundiso zeBhayibhile nezabaprofeti, kwaye bayamoyika, kwaye bagcina imiyalelo kaThixo njengokuba ibhaliwe kumazwi obulumko.
Ngenxa yoko ndiyithanda imithetho yakho
Ngaphezu kwegolide, nakwengcwengiweyo. Ngenxa yoko ndithi, Zonke iziyalezo zakho zithe tye ngezinto zonke; Wonke umendo wobuxoki ndiwuthiyile.
IiNdumiso 119:127-128
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala