Ngaphandle kokugcina imithetho kaThixo, asinomazi uKristu, imfihlelo kaThixo. Kungenxa yokuba uThixo unika ukuqonda kwabo bagcina imithetho kaThixo efana neSabatha kunye nePasika yoMnqophiso oMtsha kuphela, ukuze babenako ukumbona uThixo oze esenyameni.
Abo bagcina imimmiselo yabantu bacinga ukuba iSabatha kunye nePasika azibalulekanga, kodwa bamkele ulwazi kuThixo bayayiqonda intsingiselo yokwenyani equlathwe emthethweni ngamnye kaThixo baze badanduluke, “Yabona lo nguThixo wethu,” njengoko kuprofetiwe kuIsaya. UKristu Ahnsahnghong kunye noMama, abatshabalalise ukufa ngokuvuselela iPasika engazange igcinwe iminyaka engaphaya kwe-1,600, ngooThixo bokwenyani ebekudala belindiwe luluntu.
Ingqalo yobulumko kukoyika uYehova, Banengqiqo elungileyo bonke abenza ngako; Indumiso yakhe ihlala imi.
Iindumiso 111:10
UYehova wemikhosi uya kuzenzela zonke izizwe isidlo sezinto ezityebileyo kule ntaba, isidlo sewayini egcinwe ngeentsipho… Iya kuginya ukufa kuphele… Kuya kuthiwa ngaloo mini, Yabona, lo nguThixo wethu; besithembele kuye, ukuba asisindise.
Isaya 25:6-9
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala