Kwiminyaka engamawaka amabini eyadlulayo, uMpostile uPawulos washumayela kwabo babenqula uThixo ongaziwayo ukuba uYesu Kristu nguThixo owadala amazulu nomhlaba. Ngokufanayo, namhlanje, kufuneka senze imigudu yokwazi nokukholelwa kuMoya noMtshakazi abeze ukuze basindise uluntu.
EBhayibhileni, uThixo ubhalwe njengesininzi uElohim ngaphaya kwezihlandlo ezinga-2,500.
Njengokuba sibona ukuba uyise nomama baphila bobabini kwisixeko sosapho esadalwa ngokwentando kaThixo, loo Thixo kanye ongqinwa eBhayibhileni nguThixo uYise noThixo uMama.
Phakathi kwamabandla amaninzi ehlabathini, ibandla elikholelwa kuThixo uYise noThixo uMama NguMbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo.
Masikwazi ke, masikusukele ukumazi uYehova; ukuphuma kwakhe kuqinisekile njengokuphuma kwesifingo, ukuba eze kuthi njengemvula, njengemvula evuthisayo, . . .
Hoseya 6:3
bona bàthi bakhonze umzekelo nesithunzi sezinto zasemazulwini, . . .
KumaHebhere 8:5
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala